Ndiyahamba mntase - Danielskuil

Saturday, 2 October 2021
No photo

Item details

City: Danielskuil, Northern Cape

Contacts

Contact name Thumeka
Phone 0849690951

Item description

Ndiyahamba mntase ndiya emlanje Lana kuhlala khona inkungu zomlambo andizulibala kwanto mna mntasekhaya ndizogodola ndive inqela iyagodolisa ayihambeli phezulu wena nje yima apha eceleni kwendlu ungazihluphi ngokukhala ngoba uzolumka ude uzibulale amahlungu akho wena suzil8lisa ngoba andizuva ngawe mna ngane kamama uzolila inyembeza indlela Lena yonke akekho umntu ovumayo ukuzihambele umtu uhlala apha aze azikhulule umoya wakhe andidibani nalento mna uyahlupha